2 Kumkani 23:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kwakungazange kubekho Pasika injengale ukususela kwimihla yabagwebi ababegweba kwaSirayeli, nakuyo yonke imihla yookumkani bakwaSirayeli nookumkani bakwaYuda.+
22 Kwakungazange kubekho Pasika injengale ukususela kwimihla yabagwebi ababegweba kwaSirayeli, nakuyo yonke imihla yookumkani bakwaSirayeli nookumkani bakwaYuda.+