24 UYosiya wakhupha namagqirha, abaxeli-thamsanqa,+ izithixo zekhaya,+ izithixo ezenyanyekayo nazo zonke izinto ezenyanyekayo ezazikho kwilizwe lakwaYuda naseYerusalem, ukuze athobele amazwi oMthetho+ awayebhalwe kwincwadi eyayifunyenwe nguHilekiya umbingeleli endlini kaYehova.+