2 Kumkani 23:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kwakungekho kumkani unjengaye phambi kwakhe, owabuyela kuYehova ngentliziyo yakhe yonke nangomphefumlo*+ wakhe wonke nangamandla akhe onke, ngokuvisisana nawo wonke uMthetho kaMoses; nasemva kwakhe akuzange kuvele mntu unjengaye.
25 Kwakungekho kumkani unjengaye phambi kwakhe, owabuyela kuYehova ngentliziyo yakhe yonke nangomphefumlo*+ wakhe wonke nangamandla akhe onke, ngokuvisisana nawo wonke uMthetho kaMoses; nasemva kwakhe akuzange kuvele mntu unjengaye.