2 Kumkani 23:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Ngoko izicaka zakhe zasithatha isidumbu sakhe ngenqwelo eMegido zasisa eYerusalem, zamngcwaba engcwabeni lakhe. Emva koko, abantu belo lizwe bathatha uYehowahazi unyana kaYosiya baza bamthambisa bamenza ukumkani endaweni katata wakhe.+
30 Ngoko izicaka zakhe zasithatha isidumbu sakhe ngenqwelo eMegido zasisa eYerusalem, zamngcwaba engcwabeni lakhe. Emva koko, abantu belo lizwe bathatha uYehowahazi unyana kaYosiya baza bamthambisa bamenza ukumkani endaweni katata wakhe.+