2 Kumkani 23:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wamenza ukumkani uEliyakim unyana kaYosiya endaweni kaYosiya utata wakhe, waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthatha wamzisa eYiputa,+ apho wafela khona ekugqibeleni.+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:34 UYeremiya, iphe. 158-159
34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wamenza ukumkani uEliyakim unyana kaYosiya endaweni kaYosiya utata wakhe, waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthatha wamzisa eYiputa,+ apho wafela khona ekugqibeleni.+