2 Kumkani 24:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Emva koko uYehova wamthumela ngamajoni angabaphangi angamaKhaledi,+ angamaSiriya, angamaMowabhi nangama-Amoni. Waqhubeka ewathumela ukuba aye kutshabalalisa uYuda, njengokuba uYehova wayetshilo+ ngabakhonzi bakhe abaprofeti.
2 Emva koko uYehova wamthumela ngamajoni angabaphangi angamaKhaledi,+ angamaSiriya, angamaMowabhi nangama-Amoni. Waqhubeka ewathumela ukuba aye kutshabalalisa uYuda, njengokuba uYehova wayetshilo+ ngabakhonzi bakhe abaprofeti.