2 Kumkani 24:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ukumkani waseYiputa akazange aphinde aphume kwilizwe lakhe, kuba ukumkani waseBhabhiloni wayethathe yonke into kakumkani waseYiputa,+ ukususela kwiNtlambo YaseYiputa+ ukuya kutsho kuMlambo UmEfrate.+
7 Ukumkani waseYiputa akazange aphinde aphume kwilizwe lakhe, kuba ukumkani waseBhabhiloni wayethathe yonke into kakumkani waseYiputa,+ ukususela kwiNtlambo YaseYiputa+ ukuya kutsho kuMlambo UmEfrate.+