2 Kumkani 24:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UKumkani uYehoyakin wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ inguye, umama wakhe, izicaka zakhe, iinkosana zakhe namagosa endlu yakhe;+ kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthimba ngonyaka wesibhozo wolawulo lwakhe.+
12 UKumkani uYehoyakin wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ inguye, umama wakhe, izicaka zakhe, iinkosana zakhe namagosa endlu yakhe;+ kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthimba ngonyaka wesibhozo wolawulo lwakhe.+