2 Kumkani 24:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Emva koko, wabukhupha bonke ubutyebi bendlu kaYehova nobendlu kakumkani.+ Wazinqunqa zonke izinto zegolide ezazenziwe nguSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova,+ kanye njengokuba uYehova wayetshilo.
13 Emva koko, wabukhupha bonke ubutyebi bendlu kaYehova nobendlu kakumkani.+ Wazinqunqa zonke izinto zegolide ezazenziwe nguSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova,+ kanye njengokuba uYehova wayetshilo.