2 Kumkani 24:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Wayithimba yonke iYerusalem, zonke iinkosana,+ onke amakroti, onke amadoda angamachule nabakhandi besinyithi;*+ wathimba abantu abayi-10 000. Washiya abona bantu bangamahlwempu kuphela kwelo lizwe.+
14 Wayithimba yonke iYerusalem, zonke iinkosana,+ onke amakroti, onke amadoda angamachule nabakhandi besinyithi;*+ wathimba abantu abayi-10 000. Washiya abona bantu bangamahlwempu kuphela kwelo lizwe.+