2 Kumkani 24:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ezi zinto zenzeka eYerusalem nakwaYuda kuba uYehova wayenomsindo, de wabagxotha phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamjikela ukumkani waseBhabhiloni.+
20 Ezi zinto zenzeka eYerusalem nakwaYuda kuba uYehova wayenomsindo, de wabagxotha phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamjikela ukumkani waseBhabhiloni.+