2 Kumkani 25:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngonyaka wesithoba wokulawula kukaZedekiya, ngenyanga yeshumi, ngomhla weshumi kuloo nyanga, uKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni wagaleleka eYerusalem nomkhosi wakhe wonke.+ Wamisa iinkampu, wakha nodonga lokuyirhangqa macala onke,+
25 Ngonyaka wesithoba wokulawula kukaZedekiya, ngenyanga yeshumi, ngomhla weshumi kuloo nyanga, uKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni wagaleleka eYerusalem nomkhosi wakhe wonke.+ Wamisa iinkampu, wakha nodonga lokuyirhangqa macala onke,+