2 Kumkani 25:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Udonga lwesixeko lwaqhekezwa,+ aza onke amajoni abaleka ngobusuku, aphuma ngegeyithi ephakathi kweendonga ezimbini ezingakumyezo kakumkani, ngoxa amaKhaledi ayesirhangqile isixeko; yena ukumkani wahamba ngendlela yaseArabha.+
4 Udonga lwesixeko lwaqhekezwa,+ aza onke amajoni abaleka ngobusuku, aphuma ngegeyithi ephakathi kweendonga ezimbini ezingakumyezo kakumkani, ngoxa amaKhaledi ayesirhangqile isixeko; yena ukumkani wahamba ngendlela yaseArabha.+