2 Kumkani 25:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Emva koko wambamba ukumkani,+ wamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela, waza wamgweba.