2 Kumkani 25:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+
21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+