2 Kumkani 25:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 UKumkani uNebhukadenetsare waseBhabhiloni wamisela uGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan+ ukuba aphathe abantu awayebashiye ngasemva kwilizwe lakwaYuda.+
22 UKumkani uNebhukadenetsare waseBhabhiloni wamisela uGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan+ ukuba aphathe abantu awayebashiye ngasemva kwilizwe lakwaYuda.+