-
2 Kumkani 25:23IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
23 Xa zonke iintloko zomkhosi namadoda azo zevayo ukuba ukumkani waseBhabhiloni wayemisele uGedaliya, ngoko nangoko zeza kuGedaliya eMizpa. Ezo ntloko yayinguIshmayeli unyana kaNetaniya, uYohanan unyana kaKareya, uSeraya unyana kaTanumete umNetofa noYahazaniya unyana womMahakati, kunye namadoda awayephantsi kwazo.+
-