2 Kumkani 25:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngenyanga yesixhenxe kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini,* ekunye namadoda alishumi, amxabela ambulala uGedaliya namaYuda namaKhaledi awayekunye naye eMizpa.+
25 Ngenyanga yesixhenxe kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini,* ekunye namadoda alishumi, amxabela ambulala uGedaliya namaYuda namaKhaledi awayekunye naye eMizpa.+