2 Kumkani 25:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ngonyaka awaba ngukumkani ngawo, uKumkani uEvili-merodaki waseBhabhiloni wamkhulula uKumkani uYehoyakin+ wakwaYuda ejele.+ Kwakungonyaka we-37 ethinjiwe uKumkani uYehoyakin wakwaYuda, ngenyanga ye-12, ngomhla we-27 kuloo nyanga. 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 25:27 IMboniselo,6/1/2012, iphe. 5 “Sonke ISibhalo”, iphe. 69
27 Ngonyaka awaba ngukumkani ngawo, uKumkani uEvili-merodaki waseBhabhiloni wamkhulula uKumkani uYehoyakin+ wakwaYuda ejele.+ Kwakungonyaka we-37 ethinjiwe uKumkani uYehoyakin wakwaYuda, ngenyanga ye-12, ngomhla we-27 kuloo nyanga.