2 Kumkani 1:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa uEliya wathi: “Ukuba ndingumntu kaThixo, makuhle umlilo emazulwini+ ukudle ukugqibe wena namadoda akho ayi-50.” Kwehla umlilo emazulwini wamdla wamgqiba namadoda akhe ayi-50.
10 Kodwa uEliya wathi: “Ukuba ndingumntu kaThixo, makuhle umlilo emazulwini+ ukudle ukugqibe wena namadoda akho ayi-50.” Kwehla umlilo emazulwini wamdla wamgqiba namadoda akhe ayi-50.