-
2 Kumkani 1:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Waphinda ukumkani wathumela umphathi wesithathu wamadoda ayi-50 namadoda akhe. Kodwa lo mphathi wafika waguqa phambi kukaEliya, wacela inceba kuye esithi: “Mntu kaThixo wokwenene, ndiyakucela, ubomi bam nobomi bezi zicaka zakho ziyi-50 mabuxabiseke emehlweni akho.
-