2 Kumkani 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngoko wafa, njengokuba uYehova wayetshilo esebenzisa uEliya. Ekubeni wayengenanyana, uYehoram*+ waba ngukumkani endaweni yakhe, kunyaka wesibini kaYehoram+ unyana kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda.
17 Ngoko wafa, njengokuba uYehova wayetshilo esebenzisa uEliya. Ekubeni wayengenanyana, uYehoram*+ waba ngukumkani endaweni yakhe, kunyaka wesibini kaYehoram+ unyana kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda.