2 Kumkani 2:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UEliya wathi kuElisha: “Khawuhlale apha, ndiyakucela, kuba uYehova undithume eBheteli.” Kodwa uElisha wathi: “Njengoko uYehova ephila nawe uphila, andizukwahlukana nawe.” Behla baya eBheteli.+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:2 IMboniselo,4/15/2015, iphe. 13 8/15/2013, iphe. 29
2 UEliya wathi kuElisha: “Khawuhlale apha, ndiyakucela, kuba uYehova undithume eBheteli.” Kodwa uElisha wathi: “Njengoko uYehova ephila nawe uphila, andizukwahlukana nawe.” Behla baya eBheteli.+