2 Kumkani 2:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Bathi nje bakuwela, uEliya wathi kuElisha: “Cela nantoni na ofuna ndikwenzele yona ngaphambi kokuba ndithathwe kuwe.” Ngoko uElisha wathi: “Ndicela ukunikwa iinxalenye ezimbini+ zomoya wakho.”+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:9 IMboniselo,8/15/2013, iphe. 29 8/1/2005, iphe. 8-9 11/1/2003, iphe. 31
9 Bathi nje bakuwela, uEliya wathi kuElisha: “Cela nantoni na ofuna ndikwenzele yona ngaphambi kokuba ndithathwe kuwe.” Ngoko uElisha wathi: “Ndicela ukunikwa iinxalenye ezimbini+ zomoya wakho.”+