2 Kumkani 2:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Wasithatha eso sambatho sabaprofeti sasiwe kuEliya, wabetha ngaso amanzi wathi: “Uphi na uYehova, uThixo kaEliya?” Uthe akuwabetha amanzi, ahlukana aya ngasekunene nasekhohlo, waza wawela uElisha.+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:14 IMboniselo,4/15/2015, iphe. 13-14
14 Wasithatha eso sambatho sabaprofeti sasiwe kuEliya, wabetha ngaso amanzi wathi: “Uphi na uYehova, uThixo kaEliya?” Uthe akuwabetha amanzi, ahlukana aya ngasekunene nasekhohlo, waza wawela uElisha.+