2 Kumkani 2:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Waya emthonjeni wamanzi, waphosa ityiwa kuwo,+ wathi: “Uthi uYehova, ‘Ndiwaphilisile la manzi. Awazukuphinda abangele ukufa okanye ukungazali.’”*
21 Waya emthonjeni wamanzi, waphosa ityiwa kuwo,+ wathi: “Uthi uYehova, ‘Ndiwaphilisile la manzi. Awazukuphinda abangele ukufa okanye ukungazali.’”*