2 Kumkani 2:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ekugqibeleni wajika wawajonga, waza wawaqalekisa egameni likaYehova. Emva koko kwaphuma iimazi ezimbini zamabhere+ ehlathini zaza zaqwenga abantwana abayi-42 kubo.+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:24 “Sonke ISibhalo”, iphe. 74
24 Ekugqibeleni wajika wawajonga, waza wawaqalekisa egameni likaYehova. Emva koko kwaphuma iimazi ezimbini zamabhere+ ehlathini zaza zaqwenga abantwana abayi-42 kubo.+