2 Kumkani 3:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UYehoram+ unyana ka-Ahabhi waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya ngonyaka we-18 kaKumkani uYehoshafati wakwaYuda, ibe walawula iminyaka eyi-12.
3 UYehoram+ unyana ka-Ahabhi waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya ngonyaka we-18 kaKumkani uYehoshafati wakwaYuda, ibe walawula iminyaka eyi-12.