-
2 Kumkani 3:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 UMesha ukumkani wakwaMowabhi wayengumfuyi weegusha, yaye wayedla ngokunika ukumkani wakwaSirayeli umnikelo wamatakane ayi-100 000 neenkunzi zeegusha ezingachetywanga eziyi-100 000.
-