2 Kumkani 3:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Wahamba ke ukumkani wakwaSirayeli nokumkani wakwaYuda nokumkani wakwaEdom.+ Emva kokuba behambe begwegweleza iintsuku ezisixhenxe, aphela amanzi okuseza abantu nemfuyo eyayibalandela.
9 Wahamba ke ukumkani wakwaSirayeli nokumkani wakwaYuda nokumkani wakwaEdom.+ Emva kokuba behambe begwegweleza iintsuku ezisixhenxe, aphela amanzi okuseza abantu nemfuyo eyayibalandela.