2 Kumkani 3:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 UYehoshafati wathi: “Akukho mprofeti kaYehova na apha esinokumcela asibuzele kuYehova?”+ Omnye wezicaka zikakumkani wakwaSirayeli wathi: “Nankuya uElisha+ unyana kaShafati, owayedla ngokugalela amanzi esandleni sikaEliya.”*+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:11 IMboniselo,8/15/2013, iphe. 29 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 98
11 UYehoshafati wathi: “Akukho mprofeti kaYehova na apha esinokumcela asibuzele kuYehova?”+ Omnye wezicaka zikakumkani wakwaSirayeli wathi: “Nankuya uElisha+ unyana kaShafati, owayedla ngokugalela amanzi esandleni sikaEliya.”*+