2 Kumkani 3:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 kuba uthi uYehova: “Akuzukubakho moya namvula, kodwa le ntlambo iza kugcwala ngamanzi,+ yaye nina, imfuyo yenu nezinye izilwanyana zenu niza kusela kuyo.”’
17 kuba uthi uYehova: “Akuzukubakho moya namvula, kodwa le ntlambo iza kugcwala ngamanzi,+ yaye nina, imfuyo yenu nezinye izilwanyana zenu niza kusela kuyo.”’