2 Kumkani 3:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ngoko wathatha unyana wakhe olizibulo owayeza kulawula endaweni yakhe, wanikela ngaye njengombingelelo otshiswayo+ eludongeni. Acatshukelwa kakhulu amaSirayeli, ngoko arhoxa aza abuyela kwilizwe lawo.
27 Ngoko wathatha unyana wakhe olizibulo owayeza kulawula endaweni yakhe, wanikela ngaye njengombingelelo otshiswayo+ eludongeni. Acatshukelwa kakhulu amaSirayeli, ngoko arhoxa aza abuyela kwilizwe lawo.