2 Kumkani 4:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UElisha wathi kuye: “Ndingakunceda ngantoni? Khawutsho, unantoni endlini?” Yena wathi: “Isicakakazi sakho asinanto endlini ngaphandle kwengqayi* yeoli.”+
2 UElisha wathi kuye: “Ndingakunceda ngantoni? Khawutsho, unantoni endlini?” Yena wathi: “Isicakakazi sakho asinanto endlini ngaphandle kwengqayi* yeoli.”+