2 Kumkani 4:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Emva koko wathi kuGehazi+ isicaka sakhe: “Khawubize lo mfazi womShunem.”+ Wambiza, wafika wema phambi kwakhe.
12 Emva koko wathi kuGehazi+ isicaka sakhe: “Khawubize lo mfazi womShunem.”+ Wambiza, wafika wema phambi kwakhe.