2 Kumkani 4:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UElisha wathi: “Ngeli xesha kunyaka ozayo, uza kube usingathe unyana.”+ Yena wathi: “Hayi nkosi yam, mntu kaThixo wokwenene! Sukusiqhatha isicakakazi sakho.”
16 UElisha wathi: “Ngeli xesha kunyaka ozayo, uza kube usingathe unyana.”+ Yena wathi: “Hayi nkosi yam, mntu kaThixo wokwenene! Sukusiqhatha isicakakazi sakho.”