2 Kumkani 4:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Uthe akufika kumntu kaThixo wokwenene entabeni, ngoko nangoko wambamba ezinyaweni.+ UGehazi wasondela efuna ukumsusa, kodwa umntu kaThixo wokwenene wathi: “Myeke, kuba usentlungwini, yaye uYehova undifihlele, akandixelelanga.”
27 Uthe akufika kumntu kaThixo wokwenene entabeni, ngoko nangoko wambamba ezinyaweni.+ UGehazi wasondela efuna ukumsusa, kodwa umntu kaThixo wokwenene wathi: “Myeke, kuba usentlungwini, yaye uYehova undifihlele, akandixelelanga.”