2 Kumkani 4:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Umama wayo wathi: “Njengoko ephila uYehova nawe uphila, andizukuhamba ngaphandle kwakho.”+ Ngoko waphakama wahamba naye.
30 Umama wayo wathi: “Njengoko ephila uYehova nawe uphila, andizukuhamba ngaphandle kwakho.”+ Ngoko waphakama wahamba naye.