2 Kumkani 4:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Wakhwela ebhedini, wagoba phezu kwalo mntwana waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe, amehlo akhe phezu kwamehlo akhe nezandla zakhe phezu kwezandla zakhe, wahlala egobile phezu kwakhe, waza umzimba womntwana waqalisa ukufudumala.+
34 Wakhwela ebhedini, wagoba phezu kwalo mntwana waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe, amehlo akhe phezu kwamehlo akhe nezandla zakhe phezu kwezandla zakhe, wahlala egobile phezu kwakhe, waza umzimba womntwana waqalisa ukufudumala.+