2 Kumkani 4:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Xa uElisha wabuyela eGiligali, kwakukho indlala kwelo lizwe.+ Oonyana babaprofeti+ babehleli phambi kwakhe, wathi kwisicaka sakhe:+ “Beka imbiza enkulu, uphekele oonyana babaprofeti isityu.”
38 Xa uElisha wabuyela eGiligali, kwakukho indlala kwelo lizwe.+ Oonyana babaprofeti+ babehleli phambi kwakhe, wathi kwisicaka sakhe:+ “Beka imbiza enkulu, uphekele oonyana babaprofeti isityu.”