2 Kumkani 4:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Kwafika indoda ivela eBhahali-shalisha,+ izisele umntu kaThixo wokwenene izonka zerhasi eziyi-20+ ezenziwe ngesivuno sokuqala, kunye nengxowa enokutya okuziinkozo.+ UElisha wathi: “Nika abantu batye.”
42 Kwafika indoda ivela eBhahali-shalisha,+ izisele umntu kaThixo wokwenene izonka zerhasi eziyi-20+ ezenziwe ngesivuno sokuqala, kunye nengxowa enokutya okuziinkozo.+ UElisha wathi: “Nika abantu batye.”