8 Kodwa xa uElisha, umntu kaThixo wokwenene, wevayo ukuba ukumkani wakwaSirayeli ukrazule iimpahla zakhe, ngoko nangoko wathumela kukumkani, esithi: “Uzikrazulele ntoni iimpahla zakho? Ndicela umvumele eze kum ukuze azi ukuba kukho umprofeti kwaSirayeli.”+