-
2 Kumkani 5:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 UNahaman wacaphuka wemka, esithi: “Ndiye ndazixelela ndathi, ‘Uza kuza kum aze eme, abize egameni likaYehova uThixo wakhe, awangawangise ngesandla sakhe phezu kweli qhenqa aze alinyange.’
-