2 Kumkani 5:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Wahamba ke wayokungena* eYordan kasixhenxe njengokuba wayetshilo umntu kaThixo wokwenene.+ Emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wacoceka.+
14 Wahamba ke wayokungena* eYordan kasixhenxe njengokuba wayetshilo umntu kaThixo wokwenene.+ Emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wacoceka.+