2 Kumkani 5:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UNahaman wathi: “Thatha iitalente zibe mbini.” Wamcenga,+ wafaka iitalente ezimbini zesilivere kwiingxowa ezimbini, nezambatho ezibini, wazinika izicaka zakhe ezibini, zazithwala zahamba phambi kwakhe.
23 UNahaman wathi: “Thatha iitalente zibe mbini.” Wamcenga,+ wafaka iitalente ezimbini zesilivere kwiingxowa ezimbini, nezambatho ezibini, wazinika izicaka zakhe ezibini, zazithwala zahamba phambi kwakhe.