26 UElisha wathi kuye: “Ucinga ukuba andazi na ukuba wena uye waleqa laa ndoda, yaza yona yehla kwinqwelo yayo yakukhawulela? Lixesha lokwamkela isilivere na eli okanye lokwamkela izambatho okanye imithi yomnquma okanye yeediliya okanye iigusha okanye iinkomo okanye izicaka okanye izicakakazi?+