2 Kumkani 6:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli wathumela isilumkiso kubantu ababekwindawo umntu kaThixo wokwenene awayelumkise ngayo. Lo mntu kaThixo wokwenene waqhubeka emlumkisa ukumkani, waza ukumkani wayiphepha loo ndawo kaliqela.*+
10 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli wathumela isilumkiso kubantu ababekwindawo umntu kaThixo wokwenene awayelumkise ngayo. Lo mntu kaThixo wokwenene waqhubeka emlumkisa ukumkani, waza ukumkani wayiphepha loo ndawo kaliqela.*+