2 Kumkani 6:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya waqokelela wonke umkhosi wakhe* waza wenyuka waya kurhangqa iSamariya.+
24 Emva koko uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya waqokelela wonke umkhosi wakhe* waza wenyuka waya kurhangqa iSamariya.+