2 Kumkani 6:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Ngoko siye sampheka unyana wam saza samtya.+ Ngemini elandelayo ndiye ndathi kuye, ‘Yiza nonyana wakho ukuze simtye.’ Kodwa uye wamfihla unyana wakhe.”
29 Ngoko siye sampheka unyana wam saza samtya.+ Ngemini elandelayo ndiye ndathi kuye, ‘Yiza nonyana wakho ukuze simtye.’ Kodwa uye wamfihla unyana wakhe.”