2 Lathi lakuva loo mazwi, iphakathi elalithenjiwe ngukumkani lathi kumntu kaThixo wokwenene: “Nokuba uYehova angavula igeyithi yezikhukula emazulwini, andiqondi ukuba ingenzeka loo nto.”+ Yena ke wathi kulo: “Uza kuyibona ngawakho amehlo isenzeka,+ kodwa wena akukho kwanto oza kuyifumana.”+